elikhethekileyo lomculo
Ilrybe liqelci lomculo weli xesh
SiliqeIa elitsha lomculo lenkulungwane entsha, itsho iTrybe


U
 KU.MA ezikoneni zezitrato ingayenye yezinto ezingaloneiisiyo uninzi lwabantu, kodwa kumatyendye amane leyo ibe yeyona nto ayoriwabelayo. Elo Iiqela iTrybe eyaqanjwa ngo-1 998 ngenxa yenkuthazo yenye imvumi uSkeem.
UReason Skinboy Sithole onama-25 noWilliam Shakespeare Vuyeka onama-23 owakha wacula kwiqela leBlack By Nature kunye noLucky nojacob, ekungoku nje abaculela iSkeem. UMbulelo Spencer Matho onama-23 nolsaac Wacko Jacko Diloro oneminyaka engamashumi amabini evisayo wadibana ngebhaqo
noReason noWilliam eJohannesbu rg kwaqanjwa iTrybe.
Sikholeiwa ukuba emva kokuba siqhekeke amatyeli amabini kwiBlack By Nature, besingenakulahla isiphiwo sethu, utsho uReason. Sete ndikhuphe amacwecwe amabini, elithi Sadakwa nelithi Job, kunye neqela iBlack By Nature kwaye ndizive ndifuna ukuqala into entsha emsebenzini wakhe.
Lo msebenzt waba nempumelelo kuba icwecwe elitsha leTrybe elithi Diba Diba lafumana imbasa yegolide ngenyanga ezine likhutshiwe. Amalungu eli qela anengqondo kakhulu kangangokuba ayazi ukuba umculo yinto engaphela nanini ngoko ke imfundo balulekiie ebomini.
UDiioro ongumzalwane unediploma kwizifundo zebhayibhile nesatifiketi kwisound engineering, kunye namava okuba nguMDhathi weRhema
Television Network. UReason unediploma kwizifundo zomthungo kwaye nguye othunga iimpahla zeTrybe. UWilliam unediploma yecivil engineer noMbulelo wenza izifundo zakhe zekeyboard.
Kwakunye namazwi abo amyoli, eli qela likholelwa ukuba badume kakhulu ngendleia abadanisa ngayo.
Asidanisi nje nokuba kunjani eqongen i njengoko amanye amaqela ekwaito esenza; utsho uReason. Sidibana nabantu sibakhuthaze bacule badanise nabo.
Kuyacaca, ukuba icwecwe labo lokuqala Ialinomculo nomdaniso omnandi. Ngoku, nangona beqala ukucula ngezi nto ezichaphazela ezentlalo emculweni wabo, lize icwecwe Iabo, Iamvanje i Trybe Millennium, livelise isingqi esitsha esibizwa ngokuba yiswaito esiphantse sifane nomculo weR&B kodwa esinesingqi esingaphezulu kwekwaito.
82 BONA XHOSA - Aprii 2000


U
 THE uMartha Gidiyana, uCindy Noncungu, uLinda Magugu noivory Sikhebhe abazibiza ngokuba bayiBY4 bakukhupha icwecwe labo tokuqafa ehthi Nontembiso abantu balithanda eh cwecwe lomculo wepop onamazwi esintu - kodwa umbuzo ebebezibuza wona ngowokuba, Kutheni le nto iingoma zabo zinamazwi abuhfungu kangaka?
lingoma zabo zithetha ngezinto ajamelana nazo amantombazana asuka kumaphandfe aseMzantsi Afrika aye kufuna amadtelo aluhtaza ejohannesburg, uchaze watsho uLinda.
Uninzi fwala mantombazana luza ejohannesburg lukhweliswe ziilori. Atika apha afibale ngamakhaya awo zize iintsapho zawo zingakwazi nokuqhakamshelana nawo. Xa ethe asweleka abantu abahlala nawo baba nengxaki yokungazi ukuba baza kuqhakamshelana njani nezalamane zabo.
Ezinye iingoma ezikwicwecwe leli qela zingezinto ezibuhlungu ezenzeke kumalungu eYB4. lngoma ethi Miwamama eyeyesiVenda ithetha ngokubethwa kwamabhinqa
ngabayeni bawo, kwaye inikelwe kunina kalvory.
Utata wayesoloko embetha umama kwaye kungoku akasekho kweli phakade. Ngale ngoma ndimxelela ukuba ndiyamthanda yaye ndiya kuhlala ndimkhumbufa, utshilo ulvory.
UMartha uchukumiseka gqitha xa becula ingonla ethi Ndovhatuba kuba yingoma engonina owagula ngengqoncio ngo-1994 waza walahleka. Nangoku akakaziwa ukuba wayaphL
Le ngoma ndiyiculela yena kwaye
U-Oupci ukhulisci ilmvumi eziselulci
!mvumi yaseQwaqwa, uOupa Radebe, usebenzisa umculo wakhe ukwakha uluntu lwakowabo
eerombi zodwcil
Kutheni iqela Iomculo elineentombi ezine licula iingoma ezinemixholo engezinto ezibuhlungu?


lintombi ezintle ezine zeqela IeBY4.
ufote uBUT HLANZE
ithetha ukuthi Ndiyamkhumbula. Kule ngoma ndiyamcenga ukuba makancede abuyele ekhaya nokuba uphi na kuba, utshilo.
Ezi ntombi ezazifudula zisombelela uPenuel Kunene zithi zizimisele ukuvuselela umculo wesintu.
Sifuna umculo oza kuthandwa fulutsha nangabantu abadata, noza kwenza ulutsha fuzithande izithethe zalo, utshifo ulvory elokuqwela.


N
 GAPHEZU Kwominyaka engama-50 emva kokuba abafana abane basejohannesburg baqalisa ukushicilela iingoma zabo zomculo wemarabi, amalungu amabini asaphilayo eManhattan Brothers abuyile eLondon apho ebebhace khona ukususela ngo-
1960.
Ekunye nezinye iindwalutho zeminyaka yoo-1940 noo-1950, aye azimasa ukukhutshwa kwecwecwe elithi The Very Best Of The Manhattan Brothers eJohannesburg.
Amalungu eli qela asaphitayo ngujoe Mogotsi noRufus Khoza, abashicileia ezo ngoma naRonnie Majola noNathan Mdfedle ongasekhoyo phakathi kuka-1948
no-1959 ngaphambi kokuba bahambe kweti nomdlafo weqonga owawusithi King Kong. Eli cwecwe lefokuqala ukuba umculo wabo ukhutshwe eMzantsi Afrika.
Amafungu eli qela amane adibana kwisikolo sikarhulumente ePimville ngoku eyinxalenye yeSoweto ebutsheni beminyaka yoo-i 930. Iqela leManhattan Brothers lavela nohlobc lomculo owahlukileyo nomnandi.
Njengoko wayenelizwi etimnandi uNathan nguye owayehlabelela kwiingoma ezintnzi. Wayekwayinkokeli yeli qela ikwanguye owayeqwatasela imicimbi yemali yezicwangciso zeendawo abaza kucula kuzo.
UJoe Mogotsi naye wayenelizwi elimnandi ngoko babehlabetela benoNathan kwiingoma zabo. Nguye owayengumqulunqi weengoma ezintsha. URufus wayedibanisa amazwi eengoma ukanti wayebalasele nasekudlaleni isaksofoni. Uflonnie naye wayenelizwi elimnandi elatiwutsho udibane kamnandi umculo weli qela. Enye into owayebalasele ngayo kwiManhattan Brothers kukudanisa nokuba ngumonwabisi wabaphulaphufi eqongeni.
Xa yayiseseMzantsi Afrika iManhattan Brothers yayicula kunye neemvumi zasetyhini eziquka uThandi Mpambane (ngoku onguKlasen), uEmily Kwenane noMirriam Makeba. llizwi elimnandi likaMirriam lalibalasele kwiingoma ezashicilelwa yiManhattan Brothers.
AbakwaDecca Records eNew York, ekuyinkampani ekukudala yasebenzisana noGallo, bayithanda ingoma yabo ethi Lakutshon ilanga kangangokuba bacela ukuba le ngoma ishicilelwe ngamazwi esiNgesi ukuze ithengiswe eUSA.
lngoma yabo ethi Lovely Lies eyayinamazwi kaNathan, uJoe noMirriam yaba yingoma yokuqala yabo eyashicilelwa eMzantsi Afrika eyangena kwiBillboard Top 1 00. kwaye yaya kufikeleta kunombolo 45 ngo-1956. .
lManhattan Brothers yatyikitya isivumelwano sokushicilela nabakwaGallo ngaphambi kweSecond World War yaza yafiketela enkcochoyini phakathi kwiminyaka yoo-1 950.
Ngoku icwecwe etithi The Very Best Of The Manhattan Brothers libuyisa
Abuyile cimcigqciki omculo
e mi nya ka yo- 95 O Usakhumbula nje xa...
Ngobusuku iManhattan Brothers ekhuphe ngabo icwecwe Ialo eliyingqokelela yeengoma zayo ezimnandi zakudala ubungacinga ukuba useSoph!atown yakudala
84 BONA XHOSA - April 2000
loo maxesha.


Bzisa ulonwabo ebantwini
lCastle Lager Gig-Rig iza kuzisa ulonwabo kwiindawo o!ungazange
kubhate ULINDA MANYONI
A
 BADIDIYELI botywala bakwaSouth African Breweris kutshanje baqalise iziko lolonwabo elikhulu nelinobucukubhede elihamba-hambayo kwikomkhulu lafe nkampani eNewlands eKapa.
ICastle Lager Gig-Rig inento yonke yaye ikwitreyila enobude obuyi-1 ,45m nethi yakuvulwa ibe neqonga elinobukhufu obuyi-9m ubude nelinokukhwefa iqela elinemalungu asixhenxe nelinento yonke efunelca eqongeni, kungakhathaliseki nokuba ukhona na umbane namanzi kuloo ndawo okanye awukho.
Ukususela ngoku bonke abantu baseMzantsi Atrika baza kulufumana ulonwabo lomculo ngokuza kweCastle Lager Gig-Rig kwiindawo abakuzo, kuba kaloku sizimisele ukubazisela iimvumi abazithandayo kwiindawo abahlala kuzo - nkqu nasezilalini utshilo umlawufi wezentengiso wakwaSAB, uTony van Kralingen.
Xa nje kukho indlela eya apho nendawo evulekifeyo, abakwaSAB nezinye iinkampani abasebenzisana nabo baza kuzisa ulonwabo kwiindawo ebezifudula zingafikeleteki, utshilo.
lwabakho kuzo ngaphambili

